Song: Noba Bangathini
Released by Black Major and Platoon

Stream Noba Bangathini here: https://platoon.lnk.to/noba_bangathini

Director: Tiago Correia-Paulo
DOP: Felix Seuffert, Butterfly Films
Focus Puller: Sikela Qhashane
Editing and Grade: Tiago Correia-Paulo
Production House: Black Major
Producer: Sevi Spanoudi
Production Manager: Melissa Fontini

Lyrics

Noba bangathini thini
Thina sadalelwa ukuba kunye
Andi andikwazi uyicacisa
Indlela endiva ngayo

Kodwa noba bangathini thini
Luthando lwenyani olu
Makungabikho nto
Eyophinde isahlule
Ndincame konke ebendinako
Ndakhetha ukuba nawe

Ngoba xa ndihleli nawe
Liyama ilizwe lami
Ndibe semoyeni
Ndonyuke ndifike phezulu

Ewe (Ewe) Ewe (Ewe)
Ndifuna (Ewe) wena uhlale (Ewe)
Ewe (Ewe) Ewe (Ewe)
Ungaze uphinde uhambe

Uthi xa ukhala (Ndilile, Ndilile)
Uthi xa ukhala
Uthi xa ukhala
Kukhala mna
Intlungu yakho yonke
Ndiyiva ngaphakathi
Uthi xa uvuya
Ndivuye nam
Mna ndilapho
Aph’ ukhoyo

Zingaphi imini
Sihleli sobabini
Sithembisan’ ukuba
Izinto zokulunga
Namhlanje nd’fun’ uyazi
Lo min’ ideyafika

Thand’ uthanda wena
Thand’ uthandwa nguwe
Hlala nami kuze
Kube ngunaphakade
Hlala nami kude
Kube ngunaphakade

Ndijonge ngamehlo
Ngamehlo akho Amahle
Ndifuna ukuba nawe
Nawe, nawe, nawe
Ndifuna ukuba nawe
Nawe, nawe, nawe

They can say what they want
We were created to be together
I can’t describe
The way I feel

But, no matter what they say
This love is true
Let there be nothing
That will again separates us
I sacrificed all that I had
I chose to be with you

Because when I am with you
My world comes to a stand still
I become one with the spirit
I mount and stay in that high place

Yes (Yes) Yes (Yes)
I want you to stay
Yes (Yes) Yes (Yes)
And never leave again

When you cry (I weep)
When you cry
When you cry
I cry too

All your pain
I feel it inside

When you rejoice
I rejoice too
I am where you are

Days on end
Me and you together
Promising each other
That all will be okay
Today, I want you to know
That day has arrived

I love loving you
I love being loved by you
Stay with me
Till eternity
Stay with me
Till eternity

Look at me
With your beautiful eyes
And I want to be with you
With you
I want to be with you
With you