Stream iimini here: https://platoon.lnk.to/iimini
Lyrics:
Akekho umnt’omhle njengawe
Uyandingcangcazelisa
Kunini sizibambile
Sokhululekaphi na?
Masiziyekelele
(Siziyekelele)
Siziyekelele
(Siziyekelele)
Mahh ahh ahh!
Siziyekelele
(Siziyekelele)
Siziyekelele
(Siziyekelele)
Abantu masibayeke
Abazazi iintliziyo zethu
Ngoba kunini sizibambile
Sothandanaphi na?
Masiziyekelele
(Siziyekelele)
Siziyekelele
(Siziyekelele)
Mahh ahh ahh!
Siziyekelele
(Siziyekelele)
Siziyekelele
(Siziyekelele)
Side, side sibebanye
Side, side sibebanye
Ooh hoo hoo!
Siziyekelele
Siziyekelele
Siziyekelele
Ooh ooh ooh!
Siziyekelele
Siziyekelele
Siziyekelele
Ubunga Ziyekelela!
Siziyekelele
Siziyekelele
Zi Ziyekelele
Ndoziyekelela
Siziyekelele
Ooh ho…ooh hoo!
Siziyekelele
Siziyekelele
Siziyekelele
Ooh hoo ooh!
Siyekelele
Siziyekelele
Lyrics (English):
There is no one as beautiful as you
You make me shiver
How long have we been holding ourselves back
Where will we be free?
Lets let ourselves go
Lets let ourselves go
Lets leave other people
They don’t know our hearts
Because how long have we been holding ourselves back
Where will we love each other?
Lets let ourselves go
Lets let ourselves go
Until we are one, we are one
Until we are one, we are one
Lets let ourselves go
Lets lets ourselves go
If you let yourself go
Let ourselves go
Let yourself go
I will let myself go
Lets let ourselves go
Follow Bongeziwe Mabandla:
Facebook: / bongeziwemab…
Twitter: / bongeziwe
Instagram: / bongeziwema…
Directed and edited by Tiago Correia-Paulo
DoP: Rick Joaquim
Camera and lighting Assistants:
Abongwe L. Booi
Reezo Hassan
Liam Van Rooyen
Filmed at Nirox Sculpture Park
Produced by Black Major
#BongeziweMabandla #masiziyekelele #iimini